2 Kwabasekorinte 8:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ndithi: Phambili, nide niwufeze umsebenzi! Njengokuba nazimisela kwasekusungulweni kwawo, zimiseleni nide niwugqibe, ninikele kangangoko ninako.

2 Kwabasekorinte 8

2 Kwabasekorinte 8:6-13-14