2 Kwabasekorinte 7:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ndinithembe gqitha, yaye ndinebhongo ngani, kangangokuba kubo bonke ubunzima endinabo ndisuka ndizive ndisomelezeka, ndiphuphuma luvuyo.

2 Kwabasekorinte 7

2 Kwabasekorinte 7:1-8