2 Kwabasekorinte 6:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, kuyo yonke imicimbi siyazicacisa ukuba sizizicaka zikaThixo, ngokunyamezela sisezinkathazweni – sisezimbandezelweni nasebunzimeni asityhafi:

2 Kwabasekorinte 6

2 Kwabasekorinte 6:1-13