2 Kwabasekorinte 6:14 Ibhayibhile (XHO96)

Musani ukuzilinganisa nizifanise nabantu abangakholwayo, kuba àyenziwa loo nto. Ingádibana njani into elungileyo nengalunganga? Kungahlala njani ukukhanya ndawonye nobumnyama?

2 Kwabasekorinte 6

2 Kwabasekorinte 6:11-18