2 Kwabasekorinte 4:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke asilangazeleli zinto zibonwayo, silangazelela ezingabonwayo. Kaloku ezibonwayo izinto zezexeshana nje, kanti ezingabonakaliyo ziya kuhlala zihleli.

2 Kwabasekorinte 4

2 Kwabasekorinte 4:12-18