2 Kwabasekorinte 3:13 Ibhayibhile (XHO96)

Thina asifani noMosis. Yena wayefaka isigqubuthelo ebusweni, ukuze amaSirayeli angakuboni ukubengezela oko kude kuphele.

2 Kwabasekorinte 3

2 Kwabasekorinte 3:7-18