2 Kwabasekorinte 2:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa, makabongwe uThixo! Kuba simanywe noKrestu nje, yena usoloko esikhokela kumngcelele woloyiso lwakhe. UThixo usebenzisa thina, ukuze kunwenwe ukumazi uKrestu, kugqibe yonke indawo, njengevumba elimnandi.

2 Kwabasekorinte 2

2 Kwabasekorinte 2:5-16