2 Kwabasekorinte 12:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa yandiphendula yathi: “Ubabalo lwam lukwanele, kuba amandla am acaca xa ubuthathaka.” Ngoko ke ndikhetha ukuqhayisa ngezinto ezibonakalisa ubuthathaka bam, ukuze ndikuve ukongama kwamandla kaKrestu phezu kwam.

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:7-17