2 Kwabasekorinte 12:2 Ibhayibhile (XHO96)

Kukho mfo uthile womKrestu owathi kwiminyaka elishumi elinane eyadlulayo, wathwetyulelwa phezulu ezulwini. (Andazi phofu nokokuba yehla ngenene le nto, nokuba yayingumbono nje; kwazi uThixo kuphela.)

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:1-12