2 Kwabasekorinte 12:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kungenzeka kambe ukuba ngalo lonke eli xesha niba ndiyazithethelela kuni. Hayi, ndithetha phambi koThixo, ndingokaKrestu, yaye nenjongo yam ikukuba nakheke, zihlobo zam ezithandekayo.

2 Kwabasekorinte 12

2 Kwabasekorinte 12:17-21