2 Kwabasekorinte 11:32-33 Ibhayibhile (XHO96)

32. Xa ndandiseDamasko irhuluneli ephantsi kokumkani uAreta yabeka abalindi emasangweni edolophu ukuze bandibambe.

33. Kodwa ndathotywa ngebhaskiti kwikroba elaliseludongeni, ndasinda ke.

2 Kwabasekorinte 11