2 Kwabasekorinte 10:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba andinazintloni, nokuba lingade libe lithe kratya iqhayiya lam ngegunya esalinikwa yiNkosi. Ligunya lokunakha, asililo elokunidiliza.

2 Kwabasekorinte 10

2 Kwabasekorinte 10:1-16