2 Kwabasekorinte 1:19 Ibhayibhile (XHO96)

UNyana kaThixo, uYesu Krestu lo washunyayelwa kuni nguSilas noTimoti nam, akathi ewe-hayi, hayi-ewe, ngaxesha-nye. Endaweni yaloo nto unguewe kaThixo.

2 Kwabasekorinte 1

2 Kwabasekorinte 1:9-24