20. UErasto wasala eKorinte. Yena uTrofimo ndamshiya eMileto kuba wayengaphilanga.
21. Nceda ufike kungekabi sebusika. OoYubhulo noPudens noLino kunye noKlawudiya bayabulisa. Onke amakholwa ayabulisa ngokunjalo.
22. INkosi mayibe nawe. Makanenzele isisa uThixo nonke.