2 Kutimoti 4:16 Ibhayibhile (XHO96)

Akuzanga kubekho namnye umntu oweza kundixhasa ukuqala kokuvavanywa kwetyala lam. Bonke bandishiya enyanyeni. Wanga akangebohlwayi ngaloo nto uThixo!

2 Kutimoti 4

2 Kutimoti 4:7-22