2 Kutimoti 1:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa usapho lwakwaOnesiforo lona uThixo unga angalenzela inceba. Kaloku yena wandinceda kaninzi-ninzi xa ndandineengxaki. Zange yena abe nazintloni ngokundihambela entolongweni.

2 Kutimoti 1

2 Kutimoti 1:15-18