2 Kasamweli 8:6 Ibhayibhile (XHO96)

Wasuka ke wabeka amabutho akhe kuwo wonke umbuso wama-Aram aseDamasko, ahlala ephantsi kwakhe, akhupha imirhumo kuye. UDavide wanikwa uloyiso nguNdikhoyo konke apho ahamba khona.

2 Kasamweli 8

2 Kasamweli 8:1-12