2 Kasamweli 8:14 Ibhayibhile (XHO96)

Wamisa amabutho akhe kulo lonke elase-Edom, aza amaEdom aba phantsi koDavide. UNdikhoyo wamnika uloyiso uDavide konke apho ahamba khona.

2 Kasamweli 8

2 Kasamweli 8:10-18