2 Kasamweli 7:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ukususela mhla ndawakhupha eJiputa amaSirayeli, kude kube namhlanje, andizange ndihlale endlwini; bendisoloko ndihamba-hamba ndihlala ententeni, nditsho kanye umnquba.

2 Kasamweli 7

2 Kasamweli 7:5-13