2 Kasamweli 7:26 Ibhayibhile (XHO96)

ukuze igama lakho libalasele ngonaphakade. Nabantu ke botsho bathi: ‘UNdikhoyo onamandla onke nguThixo kaSirayeli.’ Nendlu yesicaka sakho uDavide ke iya kuzinza phambi kwakho.

2 Kasamweli 7

2 Kasamweli 7:16-29