2 Kasamweli 7:22 Ibhayibhile (XHO96)

“Yiyo ke loo nto ndithi umkhulu, wena Ndikhoyo Nkosi yam. Akukho onjengawe, kungekho naThixo ngaphandle kwakho, njengoko sazivelayo ngezi zethu iindlebe.

2 Kasamweli 7

2 Kasamweli 7:17-25