2 Kasamweli 7:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kanti ke akwanelanga ukwenjenjalo kuphela, Nkosi yam Ndikhoyo: ngoku uthetha nangekamva lendlu yesicaka sakho. Ngaba le yindlela yakho omphatha ngayo umntu, Nkosi yam Ndikhoyo?

2 Kasamweli 7

2 Kasamweli 7:14-28