2 Kasamweli 6:5 Ibhayibhile (XHO96)

Babesombela, bexhentsa, bemathontsi ooDavide kunye namaSirayeli onke, bedumisa uNdikhoyo. Kwakubethwa iihapu neekatala, kuduma amagubu, kukhenkceza iintsimbi namacangci.

2 Kasamweli 6

2 Kasamweli 6:4-6