2 Kasamweli 6:2 Ibhayibhile (XHO96)

waya nawo eBhali kwaJuda ukuya kulanda khona ityesi yomnqophiso kaThixo, enegama *likaNdikhoyo onamandla onke, ongqendeve phezu kwemifanekiso *yezithunywa ezimaphiko.

2 Kasamweli 6

2 Kasamweli 6:1-10