2 Kasamweli 6:19 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko ke wonke umSirayeli, indoda nomfazi, wamnika iqebengwana lesonka, nesuntswana leedatile neleerasentyisi. Kwagodukwa ngumntu wonke.

2 Kasamweli 6

2 Kasamweli 6:15-22