2 Kasamweli 6:17 Ibhayibhile (XHO96)

Bahamba nayo ityesi kaNdikhoyo, baya kuyifaka endaweni yayo kwintente eyenzelwe yona nguDavide. Emva koko ke uDavide wamenzela uNdikhoyo amadini atshiswayo nawobudlelwane.

2 Kasamweli 6

2 Kasamweli 6:7-23