2 Kasamweli 5:23 Ibhayibhile (XHO96)

waza uDavide wabuzisa kuNdikhoyo kwakhona, ke yena uNdikhoyo wathi kuye: “Sukuya ngqo kuwo, koko warhawule, uwahlasele uvela ngasemva kwawo phaya ngakwimithi yebhalsam.

2 Kasamweli 5

2 Kasamweli 5:13-25