2 Kasamweli 5:20 Ibhayibhile (XHO96)

Wasuka ke uDavide, wenjenjeya ukuya eBhali-perazim, apho wafika wawoyisa amaFilistiya. Wavakala esithi: “Njengokutyhoboza kwamanzi uNdikhoyo wenjenjalo ukuzikhukulisa iintshaba zam ngaphambi kwam.” Ngoko ke loo ndawo kwathiwa yiBhali-perazim.

2 Kasamweli 5

2 Kasamweli 5:14-25