2 Kasamweli 5:17 Ibhayibhile (XHO96)

Zakuvakala kumaFilistiya iindaba zokuba uDavide uthanjiswe waba ngukumkani wakwaSirayeli, akhupha umkhosi wawo, emfuna. Uthe akuyiva loo nto uDavide wemka waya kuhlala kwindawo eyinqaba.

2 Kasamweli 5

2 Kasamweli 5:7-25