2 Kasamweli 3:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uSawule wayenenkazana enguRizpa intombi ka-Aya, kwaza ngenye imini unyana kaSawule uIshbhoshete wathi kuAbhinere: “Yini na ukuba ulale nenkazana kabawo?”

2 Kasamweli 3

2 Kasamweli 3:2-12