2 Kasamweli 3:28 Ibhayibhile (XHO96)

Luthe lakufika ezindlebeni zikaDavide udaba lokugwintwa kuka-Abhinere, wavakala esithi: “Mna kunye nabantu abaphantsi kwam simsulwa kubugebenga obenziwe kuAbhinere unyana kaNere, nkqu *uNdikhoyo uyayazi loo nto.

2 Kasamweli 3

2 Kasamweli 3:25-35