2 Kasamweli 3:26 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe uJowabhi ukusuka kwakhe kuDavide wathuma amadoda, esithi makaye kulanda uAbhinere. Amlanda ke kwelaa qula laseSira. Wayengazi nto kambe uDavide ngalo mbandela.

2 Kasamweli 3

2 Kasamweli 3:22-31