2 Kasamweli 3:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku kwaba lixesha elide kukho imfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide. Lo gama iphelelwayo indlu kaSawule, ekaDavide yona yayisiya iqina ngokuqina.

2 Kasamweli 3

2 Kasamweli 3:1-6