2 Kasamweli 24:7 Ibhayibhile (XHO96)

Besuka apho bajonga emazantsi kwidolophu yaseTire eyayinqatyisiwe, baya badlulela nakuzo zonke iidolophu zamaHivi namaKanana, baya kugqibela ngeBheshebha ekumzantsi welakwaJuda.

2 Kasamweli 24

2 Kasamweli 24:1-14