2 Kasamweli 24:25 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide ke wakhela uNdikhoyo iqonga lamadini apho, waza wenza amadini atshiswayo kunye nawobudlelwana. Wakuva uNdikhoyo ukuthandazelwa kwelizwe, satsho saphela isibetho sikabhubhani kwaSirayeli.

2 Kasamweli 24

2 Kasamweli 24:16-25