2 Kasamweli 24:23 Ibhayibhile (XHO96)

Zonke ezi zinto, mhlekazi, uAravena uzinika ukumkani.” Waza waqhuba uAravena wathi kukumkani: “Ubenga uNdikhoyo uThixo wakho angakwamkela.”

2 Kasamweli 24

2 Kasamweli 24:17-25