2 Kasamweli 24:20 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi akukhangela uAravena, wabona ukumkani esiza kuye ehamba namaphakathi akhe. Waphuma uAravena, wakhahlela ejongise ubuso emhlabeni phambi kokumkani.

2 Kasamweli 24

2 Kasamweli 24:15-24