2 Kasamweli 24:17 Ibhayibhile (XHO96)

Akusibona uDavide eso sithunywa sasibhubhisa abantu, wathi kuNdikhoyo: “Ndim owonileyo wenza ubugwenxa. Aba bantu bona banjengeegusha; akukho nto bayenzileyo. Isandla sakho masohlwaywe mna kunye nomzi kabawo.”

2 Kasamweli 24

2 Kasamweli 24:10-25