2 Kasamweli 24:14 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide waphendula wathi kuGadi: “Ndisengxakini enkulu. Kodwa ke kubhetele siwele ezandleni zikaNdikhoyo, kuba inkulu inceba yakhe. Ewe, andikunqweneli ukuwela ezandleni zabantu.”

2 Kasamweli 24

2 Kasamweli 24:10-22