2 Kasamweli 23:21 Ibhayibhile (XHO96)

Wabulala nesigantsontso somJiputa ophethe umkhonto. UBhenaya wamgqebha ngebhunguza, hlasi loo mkhonto, wamgwaza kwangawo loo mJiputa.

2 Kasamweli 23

2 Kasamweli 23:13-23