2 Kasamweli 22:44-46 Ibhayibhile (XHO96)

44. Wena wandihlangula ekuvukelweni ngamawethu,walimisa igunya lam elizweni,ndada ndaphatha nabo bendingabazi.

45. Ndikhahlelwa nangabasemzini abantu;bayandithobela bakuwuva umthetho wam.

46. Baphuma kwiinqaba zabo begubha,bephelelwe sisibindi xa bebonke.

2 Kasamweli 22