2 Kasamweli 21:9 Ibhayibhile (XHO96)

wabanikela esandleni sabantu baseGibheyon. Bona baya kubaxhoma entabeni ngaphambi koNdikhoyo. Bafa bonke ngaxesha-nye. Ukufa kwabo kwakungexesha lokuqalisa ukuvuna, ekuqaleni kokuvunwa kwerhasi.

2 Kasamweli 21

2 Kasamweli 21:7-11