2 Kasamweli 21:21-22 Ibhayibhile (XHO96) Yawathuka amaSirayeli, yabulawa nguJonatan unyana kaShama umntakwabo-Davide. Bobane aba babeyinzala kaRafa eGati