2 Kasamweli 21:12 Ibhayibhile (XHO96)

waya kuthatha amathambo kaSawule noJonatan kubantu baseJabheshe eGiliyadi. (Babewabe endaweni yembutho yaseBhete-shan apho yayixhonywe khona imizimba yabo ngamhla amaFilistiya abulala uSawule kwintaba iGilibhowa.)

2 Kasamweli 21

2 Kasamweli 21:3-19