2 Kasamweli 20:9 Ibhayibhile (XHO96)

UJowabhi wathi kuAmasa: “Uphila njani, mfo wethu?” Wamthi nqaku ngentshebe uAmasa ngesokunene isandla sakhe, eza kumanga.

2 Kasamweli 20

2 Kasamweli 20:1-14