2 Kasamweli 20:23 Ibhayibhile (XHO96)

Umphathi-mkhosi wakwaSirayeli yayinguJowabhi. Abalindi bakakumkani uDavide abangamaKreti namaPleti umphathi wabo yayinguBhenaya unyana kaJoyada.

2 Kasamweli 20

2 Kasamweli 20:15-26