2 Kasamweli 20:14 Ibhayibhile (XHO96)

UShebha wawutyhutyha wonke ummandla wezizwe zakwaSirayeli, wada waya kutsho kwidolophu iAbhele-bhete-mahaka, elandelwa nguwo wonke umzi wakwaBhikri.

2 Kasamweli 20

2 Kasamweli 20:9-21