2 Kasamweli 20:11 Ibhayibhile (XHO96)

Enye kulaa madoda ayehamba noJowabhi yasala imi ngakweso sidumbu sika-Amasa, ikhwaza isithi: “Indoda engakwicala likaJowabhi noDavide mayilandele uJowabhi.”

2 Kasamweli 20

2 Kasamweli 20:9-17