2 Kasamweli 2:4 Ibhayibhile (XHO96)

Afika ke amadoda akwaJuda, eze kumthambisa uDavide apho eHebron ukuba abe ngukumkani wakwaJuda.Zithe zakufika kuDavide iindaba zokuba abantu baseJabheshe eGiliyadi bamngcwabile uSawule,

2 Kasamweli 2

2 Kasamweli 2:1-14