2 Kasamweli 2:30 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe akuwaqokelela amadoda akhe uJowabhi, emva kokusukela amaSirayeli, kwafumaneka kulahleke ishumi elinethoba lamadoda ngaphandle kuka-Asayeli.

2 Kasamweli 2

2 Kasamweli 2:25-32